
74 BONA XHOSA - September 1996
ngoncedo
lweYardley
Summer
Colour
Co11ection
Ukuba akuqiniseki ngokuthambisa imake-up, Iandela eli cebiso IakwaYardley, uza kuba yeyona nzwakazi mhla utshata!

Cocisisa, ufumise ulusu lwakho phambi kokuba uthambise imake-up. Khetha imibala engqinelana nebala elintsundu. IYavdley Summer Collection entsha inemibala emihle, ethandekayo enik' umkhitha, eyaseAfrika.

Isithambiso sokuqala sifanele sisondele kakhulu kulusu lwakho, nesithambiso esinik umbala sibe sesombala ontsundu.

IYardley Eyeshadou  Trios
zineentlobo ezintathu ongazisebenzisa emehlweni. Khetha imibala eya kukhupha ibala lakho lemveli, njengemibala enik' umkhitha esiyisebenzise kuNomsebenzi.
IYardley Black Mascara siyifake oomaleko ababini ukuze ingakhawulezi iphelelwe.

Imilebe yakho yityikile ekupheleni ngelip pencil nayo enombala ontsundu kunelipstick. Khetha enombala onomtsalane yakwa Yardley Summer Collection. Zama iSupermoist Lipstick Golden Spice - inaso isiqinisekiso solwaa ncumo lunomtsalane Yithelekise neYardley Golden Spice Nail Colour.

IYardley Summer Collection ixabisa ukususela kwi-R1 1,95 inye, ifumaneka kwiivenkile neekhemisti ezithile. Ukuze ufumane inkcazelo fowunela uKaren, nantsi inombolo (021) 544421.

Izihombo neewotshi zezakwa STERNS.















eYard1ey  Bath Luxuries
Fekethisa umzimba wakho ngokuwunonophela ngokukodwa. Ukuze uzive ukuba nene-nene ungowasetyhini wutshiza-tshe ngevumba ellmnandi. Ukuze lihlale lingapheli imini yonke, khetha llmveliso ezinexabiso ngalifikelela nezikwenza ube nevumba eIimnandi. IYardley Bath Luxuries inako konke okufunayo okukwenza ube nevumba elinomtsalane.



Zifekethise ngeYardley Foam Bath usebenzise iYardley Soap enevumba elinuka kakuhle. Ukuba ukhetha ukubhafa eshaweni, kukho iYardley Bath And Shotuer Gel enesiqholo nelungiselelwe wena.

Ukuhlamba ngamanzi abandayo kuya kuvala iintuna phambi kokuba uwosule wome umzimba wakho uze uwuthambise ngeYardley Hand And Body Lotion. Zikhusele Roll-Qn Deodorant uze umzimba wakho uwutshize tige Yardley Talc enevumba.

Okokugqibela phambi kokuba unxibe isinxibo sakho somtshato zitshize kancinane ngeYardley Perfume. Tshiza intwana kumphetho welokhwe, ivumba elihle liya kukugcina imini yonke.

Sisebenzise udidi olupheleleyo lwePeach Blossom, kodwa kukho iindidi ezintlanu onokukhetha kuzo: iRoses, iSweet Pea, iPetunia, iLily ofthe Valley neCar,zation. Amaxabiso eemveliso zeYardley Bath Luxuries asusela kwi-R6,50 ukuya kwi-R32,95.























ompuluswa
nomhle
N
 geli cebiso lakwaBump Patrol akukho sizathu
sokuba indoda ibe nezigingqi ezibi nezibuhlungu ezenziwa yireyiza eluswini Iwayo ngemini
yomtshato, okanye nangayiphi na enye imini:

	Sebenzisa ireyiza ebukhali nesithambiso sokusheva esilungileyo.
	Zichebele kwica1a ezingakhuli zibheke ngakulo iinwele.
	Qaba iBump Patrol yonke imihla emva kokususa iindevu ubulale iintsholongwane unqande nokukraleka. Umxube
wayo ovangiweyo unceda ukupholisa nokupbucula
zonke iimeko zolosu.
	Qiniseka ukuba uya kuba nolusu olumpuluswa noluthambileyo olungenamaqhakuva emva
kokuyisebenzisa iintsuku ezisixhenxe.
	Hlikihlela intwana yesifumisi ebusweni nasentanyeni wandu1e
ukuyeke1a inkangeleko entle
yenda1o iqaqambe. Fumana ezinye iinkcukacha neendawo onokuyifumana kuzo iBump Patrol ngokutsalela umnxeba kule nombolo (012) 6669044.




ukukhatha1ela  Iinwele
ekugqibeleni inkqubo eguqukayo
yokunonophela iinwele ewenza amadoda abe neenwele ezintle

A  MADODA aseMzantsi Afrika
yaqonda ukuba indlela abukeka ngayo ibaluleke kakhulu, ukanti iinwele ezintle, ezinonotshelwayo nezilungisiweyo ikwayindlela ebalulekii.eyo yokubonisa ukuba ungubani nokuthi usingise phi. IRevlon S -Curl inikwe eli garna
ngenxa yezinto ezenza ezinweleni. Izaphothe zibumbeke okonobumba u-S ukanti izigcina zithambile yaye zichazeka lula iinwele.
Wakugqiba ukusebenzisa iTexticrizing Relaxer tharnbisa iNeutralizing Shampoo ukunqumamisa ukusebenza kweekhemikhali ukuze ucocisise ukhondishine iinwele.
ITexturizing Gel Activator yimveliso yokulondoloza. Yisebenzise inihla le ultukhondishina, ukufumisa nokuze izaphothe zihlale zigobile. Umphumo kukuba neenwele ezithambileyo nezikameka lula.
IMoisturising Pomade yimveliso yokulondoloza engafumisi iinwele ltuphela kodwa izigcina iinwele zizihle zikameke kakuhle.
Iimveliso iiRevlon S-Curl zinemiyalelo. Yifunde le miyalelo ngenyameko phambi kokuba uvisebenzise i Texturing Relaxer















		BONA XHOSA - Septernber 1996 75

		Izihombo neewotshi zezakwaSTERNS.

78 BONAXHOSA-

		Izihombo neewotshi zezakwaSTERNS

		BONA XHOSA - September 1 996 81

